Ukugqabhuka kwemibhobho yamagumbi angasese kwisikolo Mretyana

Ibhalwe ngu Nosibabalo Tetani

Sewage1 web.jpg

Isikolo sasekuhlaleni samabamga aphakamileyo i-TEM Mretyana sesengozini yempilo njengoku beqhabhukelwe ngumbhobho othutha okuvela kumagumbi amgasese nto leyo eshiye ivumba elibi kufuphi nesikolo eso.

Abafundi no titshala bafumana kunzima ukuqhuba nemisebenzi yosuku njengokuba besithi ivumba elibi elo liyavakala ngaphakathi kumagumbi okufundela.

Omnye wotitshala abathethela isikolo uthe , le ntlekele ibaqale ngo February baza basa ungxelo kumasipala we Makana. Apho ikhawuleze yalungiswa kwangethuba. Kodwa ekuhambeni kwexesha iphende yabuya yaqgabhuka kwakhona imibhobho.

Kunamhla ke bathi babambe iliwa kuba bayisa ingxele kumasipala kwakhona kodwa abakaphendulwa nangoku.

Oothethetha isikolo oyintloko yesebe le Human science u Landile Sandi uthe abakwa Masipala bathe abakwazi ukuyilungisa okwangoku le meko ngokuba amotshini abakhulu bazakuphazamisa isikolo ngengxolo xa belungisa oko.

Advertisements

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s